Used words
Ngokuhlela
kwaye
sipapashe
lo
mqulu
asiphosi
sivivaneni
nje
ekuphuhliseni
iilwimi
zeAfrika
koko
sihlaba
ifolo
umba
wophuhliso
weelwimi
zomgquba
kwezemfundo.
Kule
ncwadi
abaphandi
babonakalise
ubungcali
nobunkcubabuchopho
ngokuthi
bavelise
isigama
esifanelekileyo
sesiXhosa
icorpora
yesiXhosa
ukusabela
kwikhwelo
lomsebenzi
wakutshanje
kaKhumalo
noNkomo
(2022)
apho
baxoxa
khona
ngobucukubhede
bokunqongophala
kwemibhalo
eyahlukeneyo
nethi
ibangele
ukuqhawuka
kophuhliso
kulwimi
lwesiXhosa
ingakumbi
kubuchwephesha
bale
mihla.
Ukongeza
uchwetha
imiba
yebuyambo
(decolonisation)
njengoko
uTurner
(2023)
eyiphakamisa
kumsebenzi
wakhe.
Ababhali
bakwiphulo
lokuncothula
neengcambu
amatyathanga
engcinezelo
abeneziphumo
zembophelelongqondo
eluntwini
ukuze
kusuke
inkungu
emehlweni
nenwebu
engqondweni
uluntu
luzibone
zesiNtu
zisizisa
ulwazi
olukwizinga
eliphezulu
ngokwenkcazobungcali.
Ezi
zahluko
zivula
ithuba
lokuba
saseAfrika
nazo
zisetyenziswe
ukuqulunqa
iingcingane
nengqiqo
ukulungiselela
nokukwazi
ukuzisebenzisa
kuphando.
Oku
kukwadala
amathuba
okufunda
nokufundisa
ukuvavanya
njalonjalo
ngolwimi
isiXhosa.
ncwadi
bagudle
imixholo
ejikeleza
ukufunda
ulwimi
nepolitiki
kunye
nentlalo.
Ngoko
ke
ukuqaqambisa
le
ngxoxo
ingentla
ababhali
balo
bakhwela
bezehlela
kwimiba
echaphazela
nokufundiswa
kwesiXhosa.
kujongwa
kwizigaba
ezahlukeneyo
zemfundo.
Lo
wahlulwe
wangamacangelo
amathathu
i)
Ukufunda
nokufundisa
kwimfundo
esisiseko
ii)
ephakamileyo
iii)
ulwimi
ipolitiki
Isahluko
ngasinye
kule
sikhwela
sizehlela
etshisa
ibunzi
ekufundeni
nasekufundiseni
isiXhosa
njengolwimi
oluzimeleyo
nolukhulileyo.
Create your own